Transcript
The lower level, also known as the dungeon, is one of the quietest areas of the library. This used to be the old Science and Engineering library. Now, it’s where we keep more of the library’s collection of books and journals, which is freely available for you to browse. These include the subjects of literature, geography, arts, and history. Apart from that, the dungeon has numerous study desks, a printer, and a toilet for your convenience.
You may notice another flight of stairs down; this leads to our library’s basement. Down there, we store books and journals.
And that brings us to the end of this audio tour. Thank you for joining us as we took a journey through the library spaces and services. To make your way to the exit, go back up the stairs, head through the Hub to the library foyer, where you will find the exit.
Transcript
Die onderste vlak, ook bekend as die dungeon, is een van die stilste areas van die biblioteek. Dit was vroeër die ou Wetenskap- en Ingenieursbiblioteek. Nou is dit waar ons die biblioteek se versameling boeke en joernale hou, wat vrylik beskikbaar is vir jou om deur te blaai. Dit sluit die vakke letterkunde, aardrykskunde, kuns en geskiedenis in.
Daarbenewens het die kelder talle studiebanke, 'n drukker en 'n badkamer vir jou gemak.
Jy mag nog 'n ander stel trappe sien afgaan; dit lei na die kelder van ons biblioteek. Daar onder stoor ons, ons mindergebruikteboeke en tydskrifte.
En dit bring ons aan die einde van hierdie oudiotoer. Dankie dat jy by ons aangesluit het, terwyl ons 'n reis deur die biblioteekruimtes en -dienste geneem het. Om na die uitgang te gaan, gaan terug met die trappe op, gaan deur die Hub na die voorportaal van die biblioteek, waar jy die uitgang sal vind.
Transcript
Le ke yindawo eyaziwa ngokuba yi lower level okanye idungeon, yeyona ndawo ithuleyo apha kweli thala lencwadi. Kudala yayisaziwa ngokuba yi Old Science & Engineering Library.
Apho sigcina khona ingqokelela yencwadi nejournals zelithathala onokuthi uziboleke. Le ngqokelela iquka uluhlu lweliterature,igeography, iarts nehistory. Ziikwakhona indawo zokuhlala nokufundela, ukuprinta kwanezindlu zangasese/ithoyilethi.
Qwalasela ke mfundi sikwanazo izitephusi (stairs) onokuhla ngazo ukuya kwibasement apho kugcinwa iincwadi nejournals.
Ngoku sifikelele esiphelweni solutyelelo. Siyabulela ngokuba uthathe inxaxheba kolu kyelelo olumalunga nendawo zokuhlala kwakunye neenkonzo zelithala. Ukuba ufuna ukwazi nzulu malunga nokusebenzisa iinkonzo zelithala, zikhona ii workshops ne trainings ezifumaneka kwi website yelitahala. Qiniseka ukuba uyasilandela kumaqonga onxibelelwano I social media.
Ukuze ukwazi ukuphumela ngaphandle kwelithala, thatha izitephusi ezikusa ngqo kwiHub leyo isingise eLibrary foyer kula mnyango wokuphuma.